Ndiyakubona udandathekile
Ludonga nje olo lukulibazisa
Ungaboni ngaphaya kukhona intsikelelo kukhonubuncwane iziqhamo zoloyiso izivuno zolwabo uvuyo lodwaa.
Uyazenzela wonabisa lo ongaphakathi uyazenzela uphilisa lo ongaphakathi
Ezinye sphuma kuzo ziza kuzisombulula hlalethembeni kuzawlunga ngenyimini ncuma mntakwethu hleka mntakamama yonwaba dadewethu uyakhula whoo hoo
Themba lokholelwa kuye lo onenceba uzakuphilisa themba likholelwa kuye lo onenceba uzakuphakamisa
Zifunduzazi zifune uziqonde thetha nawe zihlambulule
Awuzanga nje kulomhlaba lukhonubizo uyakulungisa injogo ziphakeme ngawe hehe
Поcмотреть все песни артиста
Другие альбомы исполнителя