Kishore Kumar Hits

Dumza Maswana - Beth'emnqwazini текст песни

Исполнитель: Dumza Maswana

альбом: MOLO


Sekwathula kwathi cwaka nje
Ngath'akakho nomny'obonayo
Sekutshila namakhwenkwe nje
Ngathi amaxheg'aphelile
Aph'amava eenkonde zethu
Sele ngathi nabo bancama
Barhabulisana ngebhekil'enye
Baleqana nangeminquma
Sekwathula kwathi cwaka nje
Ngath'akakho nomny'obonayo
Sekutshila namakhwenkwe nje
Ngathi amaxheg'aphelile
Aph'amava eenkonde zethu
Nkode zethu
Ziyabamba
Zibheka ngaphesheya
Barhabulisana ngebhekil'enye
Baleqana nangeminquma
Nankw'eza phaya
UNtshilibe
Indod'enamaduma ngaphambili
Uyayaz'indlela
Endiyiqalayo
Sekwathula kwathi cwaka nje
Ngath'akakho nomny'obonayo
Sekutshila namakhwenkwe nje
Baleqana nangeminquma
Aph'amava eenkonde zethu
Ziyahamba
Zibheka ngaphesheya
Barhabulisana ngebhekil'enye
Baleqana nangeminquma
Siyakhahlela
Qhawe
Bhanqo
Indod'enamaduma ngaphambili
Uyayaz'indlela
Endiyiqalayo
Thetha
Wathula nje
Seliyana
Seliyana
Seliyana
Uliqhawe
Uliqhawe
Gorha lam
Siyakhahlela
Qhawe
Bhanqo
Indod'enamaduma ngaphambili
Uyayaz'indlela
Endiyiqalayo
Uthulele ntoni na
Thetha
Wathula nje
Seliyana
Seliyana
Seliyana
Uliqhawe
Uliqhawe
Gorha lam
Qhawe lamaqhawe ngena
Qhawe lamaqhawe ngena
Qhawe lamaqhawe ngena
Qhawe lamaqhawe ngena
Nankw'ezaphaya
Nankw'ecothoza
Qhawe lamaqhawe ngena
Qhawe lamaqhawe ngena
Qhawe lamaqhawe ngena

Поcмотреть все песни артиста

Другие альбомы исполнителя

Похожие исполнители