Kishore Kumar Hits

Dumza Maswana - Nguwe Na Lo - Live текст песни

Исполнитель: Dumza Maswana

альбом: Live at the Guild Theatre


Bandivus'ekuseni
Bandixelel'indaba
Ukuba wena
Akusandifuni
Andikholelwa tu
Ngob'ixesha lam
Ndalichitha nawe
Sendigugile
Ndiphelile
Ndiphelelwe ngamandla
Ndizothini na
Heee hehake
Ntliziyo yam ibuhlungu
Yini yini na
Heee hehake
Akunalusizi na
Eeehe heehe
Nguwe lo na
Ingaba nguwe lo na
Yini na
Nguwe na
Nguwe lo na
Ingaba nguwe lo na
Kuthen'udlala ngam wena
Babetshilo abazali
Bathi akundifanelanga
Kodwa ndaqhubeka ndafunga
Ndathi mna nawe
Sokwahlulwa kukufa
Ndililel'ixesha lam
Ndikhalel'isikhathi sam
Oh uzenzile akakhalelwa
Ndililel'ixesha lam
Ndikhalel'isikhathi sam
Oh uzenzile akakhalelwa
Heee hehake
Ntliziyo yam ibuhlungu
Yini yini na
Heee hehake
Akunalusizi na
Nguwe lo na
Ingaba nguwe lo na
Ebendimthanda kangaka
Nguwe na
Ingaba nguwe na
Nguwe lo na
Ingaba nguwe lo na
Kuthen'udlala ngam wena
Nguwe lo na
Ingaba nguwe lo na
Ebendimthanda kangaka
Nguwe na
Ingaba nguwe lo na
Nguwe lo na
Ingaba nguwe lo na
Kuthen'udlala ngam wena
Bendizixelele
Nguwe lo na
Sizofa silahlane
Ingaba nguwe lo na
Yini na yini na
Nguwe na
Bendinethemba
Sizofa silahlane
Yintoni na udlala ngam
Bendikuthanda
Bendikuthanda kangaka
Wadlala ngam
Eh wadlala ngam
Bendikuthanda
Wadlala ngam
Yintoni na na
Yintoni na
Kubuhlungu
Ukushiywa

Поcмотреть все песни артиста

Другие альбомы исполнителя

MOLO

2016 · альбом

Похожие исполнители