Lomnt'ulala nay'ingqondwan'imfutshane Lomnt'ulala nay'ingqondwan'imfutshane Lomnt'uncuma nay'ingqondwan'imfutshane Lomnt'uncuma nay'ingqondwan'imfutshane Ubhity'il'umntwanam Ngathi sisithunzela Ubhity'il'umntwanam Ngathi sisithunzela Ubhity'il'umntwanam Ngathi sisithunzela Ubhity'il'umntwanam Ngathi sisithunzela Lomnt'ulala naye Z'ukumjon'emini ewe mama Lomnt'ulala naye Z'ukumjon'emini ewe mama Bhity'il'umntwanam Ngathi sisithunzela Bhity'il'umntwanam Ngathi sisithunzela Ewe mama Ewe mama ho Ewe mama ho Ewe mama ho Ewe mama ho Ewe mama Ewe mama ho Ewe mama ho Ubhity'il'umntwanam Ngathi sisithunzela Ubhity'il'umntwanam Ngathi sisithunzela Lomnt'ulala nay'ingqondwan'imfutshane Lomnt'ulala nay'ingqondwan'imfutshane Lomnt'ulala nay'ingqondwan'imfutshane Lomnt'ulala nay'ingqondwan'imfutshane Ubhity'il'umntwanam Ngathi sisithunzela Ubhity'il'umntwanam Ngathi sisithunzela Ubhity'il'umntwanam Ngathi sisithunzela Ubhity'il'umntwanam Ngathi sisithunzela Ewe mama ho Ewe mama ho Ewe mama ho Ewe mama ho Ewe mama ho Ewe mama ho Ewe mama ho Ewe mama ho Ubhity'il'umntwanam Ngathi sisithunzela Ubhity'il'umntwanam Ngathi sisithunzela Kunzima noteketisa Uxwebil'umntwan'am Ngathi sisithunzela Uxwebil'umntwan'am Ngathi sisithunzela Kunzima noteketisa Hoha hehe nahom nomama Hoha hehe nahom nomama Bhityil'umntwanam ahe Bhityil'umntwanam ahe Bhityil'umntwanam ahe Bhityil'umntwanam ahe Uxwebil'umntwanam ahe Uxwebil'umntwanam Xwebil'umntwanam ahe Uxwebil'umntwanam Ndikunik'imali uyitya namancentsa Ndikunik'imali uyitya namancentsa Ndikunik'imali uyitya namancentsa Ndikunik'imali uyitya namadoda Ewe mama ho Ewe mama ho Ewe mama ho Ewe mama ho Ewe mama ho Ewe mama ho Ubhity'il'umntwanam Ngathi sisithunzela Ubhity'il'umntwanam Ngathi sisithunzela Ubhity'il'umntwanam Ngathi sisithunzela Ubhity'il'umntwanam Ngathi sisithunzela Ewe mama ho Hayi ewe mama hoha Heya ewe mama loha Hela ewe mama hoza Heya ewe mama mh mh Eh ewe mama mh Bhityil'umntwanam Ngathi sisithunzela Bhityil'umntwanam Kodw'imali ndiyayithumel'ekhaya Ubhityil'umntwanam Kodw'imali ndiyayithumel'ekhaya Lomnt'ulala nay'ingqondwan'imfutshane Jongan'umntwanam Lomnt'ulala nay'ingqondwan'imfutshane Jongan'umntwanam Uxwebil'umntwanam Kodw'imali ndiyayithumel'ekhaya Uxwebil'umntwanam Kodw'imali ndiyayithumel'ekhaya Ewe mama ho Ewe mama ho Ewe mama ho Ewe mama ho Ewe mama ho Ewe mama ho Hikekekeke molo nomama mh Hikekekeke molo nomama mh Ewe mama hayi he Ewe mama helele ma Ewe mama mmmh Ewe mama ayi Ewe mama ho Ewe mama ho