Kishore Kumar Hits

Lebo M. - He Lives In You - From "Rhythm Of The Pride Lands" текст песни

Исполнитель: Lebo M.

альбом: Rhythm Of The Pride Lands


Ingonyama nengw' enamabala
Ingonyama nengw' enamabala
Ingonyama nengw' enamabala
Ingonyama nengw' enamabala
Ubusuku no moya unobomi buyakubiza
Mamela
Nezwi elinoyiko lwe ntsana
Liyaphendula oh, mamela
Ubukhosi bo khokho
Yima, akukho bunzima (hela, hela, hela)
Yiva lamazwi uhlale ethembeni, hebo
Hela hey mamela
Hela hey mamela
Hela hey mamela
Hela...
Uphila kuwe (hela hey mamela, hela)
Uphila nakum' (hela hey mamela, hela)
Uhlal'ejongile (hela hey mamela, hela)
Yonk'into esiyibonayo (hela hey mamela, hela)
Nansenemanzini (ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela)
Nasenyanisweni (ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela)
Nase mfanekisweni wakho (ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela)
Uphila kuwe
Uphila kuwe (hela hey mamela, hela)
Uphila nakum' (hela hey mamela, hela)
Uhlal'ejongile (hela hey mamela, hela)
Yonk'into esiyibonayo (ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela)
Nansenemanzini (ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela)
Nasenyanisweni (ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela)
Nase mfanekisweni wakho (ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela)
Uphila kuwe
Uphila kuwe
Oh, oh
Whoa, oh
Yeah ngonyama akunabunzima
Yiva lamazwi uhlale
Yibanethemba
Uphila kuwe
Uphila nakum'
Uhlal'ejongile
Yonk'into esiyibonayo
Nasenemanzini (ingonyama nengw' enamabala)
Nasenyanisweni (ingonyama nengw' enamabala)
Nase mfanekisweni wakho (ingonyama nengw' enamabala)
Uphila kuwe, ah, ah
Uphila kuwe, whoa (ingonyama nengw' enamabala)
Uphila nakum' (ingonyama nengw' enamabala)
Uhlal'ejongile (ingonyama nengw' enamabala)
Yonk'into esiyibonayo (ingonyama nengw' enamabala)
Nansenemanzini (ingonyama nengw' enamabala)
Nasenyanisweni (ingonyama nengw' enamabala)
Nase mfanekisweni wakho (ingonyama nengw' enamabala)
Uphila kuwe
Uphila kuwe
Oh, oh
Oh, so qondela muna
Oh, so qondela muna

Поcмотреть все песни артиста

Другие альбомы исполнителя

Похожие исполнители