Lukhangela kuWe Lukhangela kuWe,
Mvana yeKalvari,
Ukholo lwam,
Ndive ndithandaza,
Susa ityala lam,
Kususela namhla,
Ndenz owaKho.
Ndinike amandla,
Kwa nenzondelelo,
So-lufefe;
Uthando lwam kuWe,
Ma luvuthe nene,
Ekubeni WenaWandifela.
Ndisacand udada,
Lwentlalo enzima,
Ndikhokele.
Khanyis ubumnyama,
Sula iinyembezi,
Ma ndingaze ndimke KuWe, Ndlela.Kwakuphel ubomi,
Kwakufik ukufa, Ndivelele.
MSindisi ngothando,
Shenxis uloyiko,
Ndise ezulwini, Ndiphunyuzwe.
Поcмотреть все песни артиста
Другие альбомы исполнителя