Kishore Kumar Hits

Simphiwe Dana - Inkwenkwezi (Live) текст песни

Исполнитель: Simphiwe Dana

альбом: Live at the Lyric Theatre


Apho ukhona
Londaw' okuyo
Ndiyathemba
Uyinkwenkwezi
Ndibona wena
Ezinkwenkwezini
Ndiyathemba
Uyinkwenkwezi
Uyinkwenkwezi (Uyinkwenkwezi)
Khany' ebumnyameni (Khany' ebumnyameni)
Ubumnyama bungaka (Khany' ebumnyameni)
Ngathi uwedwa (jwi)
Uyinkwenkwezi (Uyinkwenkwezi)
Khany' ebumnyameni (Khany' ebumnyameni)
Ubumnyama bungaka (Khany' ebumnyameni)
Bungakuginyi (jwi)
Sibane sam
Noma lisibekele nkwenkwezi
Ndiyabuva u
Bugqi bobukho
Bumnyama bungaka nkwenkwezi
Ndibona wena
Ndibona wena
Bumnyama bungaka nkwenkwezi
Uyinkwenkwezi (Uyinkwenkwezi)
Khany' ebumnyameni (Khany' ebumnyameni)
Ubumnyama bungaka (Khany' ebumnyameni)
Ngathi uwedwa (jwi)

Поcмотреть все песни артиста

Другие альбомы исполнителя

Похожие исполнители

TKZEE

Исполнитель