Le Yintando Ka Thixo Sure!! Xa unolazi ibali lam, ndiyak'thembis' ungalila Xa unosazi istory sam, ndiyak'thembis' ungand'ngqina Ngaske ndiy'bone impumelelo naye umam'esaphila Kusekude apho ndiya khona kodwa nam ndizofika Ndizofika ndenze izinto abangazange baz'cinga Ndizofika wonke umhlaba ndimel' umzantsi Afrika Ndizofika nento ezintsha, Ekse andinokwazi nozinza Ndzofik' iKhayelitsha yonke ndiyenze ikhay'eline s'dima Ngqina lam, uzothi kum ndanditshilo Mna ndiqhutywa liphupha, andizo gacel' iLimo mna Andizogaca nabani na, mna ndimamel'iThixo Sendis'sthathile is'gqibo Sendis'thathil' is'gqibo Sendis'thathile is'gqibo, soba ndincame yonk'into Ndinqabile kum emzana kuba nd'zama lempilo But ndiyazama ukuba check'a qho xa ndi dratel'uLingo Lena yi ntando ka Thixo Lena yi ntando ka Thixo If bendingomnye umntu bendizothi ndiw'ncamil' umjolo There's a really thin line between uThando nomgowo Mna ndi busy sispan not ooAmanda nooGcogco If ndingane dlala nemoto, Bangandithandela lonto Unzima umjolo wase Kapa And'sakwazi uthemba kwamntu ozond'xelel' uyand'thanda Kukho nenye imedi eyand'xelel'iyand' ncanywa But yasendela uLingo iinudes then yatyisa noPhaKZaH Ay'lobali But it is what it is Ndikhumbula nelaxesha ngoku uZindzi efuna und'tyisa Qha iex yakhe ngum'rapper, so I couldn't give her the D And it was only for iclout because bendise TV'n I'm just keeping it real. I hope you see what I mean If you check the brighter side she believe in the dream She believe she believes. And I believe in the team Like the Gucci logo, I got Gs in my genes Leyo yo pressure yoba yi Top 5 But andi judge'i kwa ujudge'a, yipholas, jo'. Akho fight Ubom bam yi shooting range, wonk'umntu ushoot' ushot yakh' Yerrr, ekse majita ndisuka fer UOledi estress'a ngomastand onyus'irent Sigxothwe emizini yabantu singalali sifun'iiplek Namhlanje I'm going extra hard andilali ndifun'iiplaques Ekse Yonke yintando Ukuba ndibelapha namhlanje yintando ka Thixo Lena yintando ka Thixo Noba silale singatyanga iseyiNtando ka Thixo Lena yintando ka Thixo Ndisavuka ndizabalaza iseyintando ka Thixo Lena yintando ka Thixo I gotta dala what I must Ngenxa ye Ntando ka Thixo