Kishore Kumar Hits

Master Dee - Iinyembezi текст песни

Исполнитель: Master Dee

альбом: Iinyembezi


Ndikhuliswa ngu Makhulu
Ndikhuliswa yinzwakazi entle
Umama ka mama
UTata andilazi igama lakhe
Zange afike naxa sasifihla umama
Ndingokabani ndingowaphi ndiman'kuzibuza
Intlungu yelixhegwazana
Ndilibiza umama, ndilibiza umkhulu
Ndilibiza utata lindenzela yonkinto
Umthandazo walo kukundibona
Ndiphumelela, kukundibona ndiphumelela
Ndiphumelela
Nkosi uzusule iinyembezi zika Gogo Ndiwufumane umsebenzi
Ndiyifumane indlela x 4
Bekuthengisw'i bhokhwe uba ndiy'e nyuvesi
Kunzima ufunda xa ulambile
Awukwazi ukutya ungayazi batya ntoni emakhaya
Kuba yeyokugqibela le bakuthumelele yona
Nkosi uzusule iinyembezi zika Gogo Ndiwufumane umsebenzi
Ndiyifumane indlela x 6

Поcмотреть все песни артиста

Другие альбомы исполнителя

Похожие исполнители

Rhass

Исполнитель

T-Man

Исполнитель