Kishore Kumar Hits

Vusi Nova - Never Balunge текст песни

Исполнитель: Vusi Nova

альбом: Manyan-nyan


Hey girl
Let me take a good look at you girl
See everything about you you
Ingathi kwathathwa ixesha
Undali xa ekwenza
Ingathi beka funa
Ukwenzana le sle no no no no
Iba ngathi ngiligeza
Ndihlala ndicinga ngawe baby
Wow ntsuku zonke
Uhlala usengqondweni yam
Ey nalama blesser
Nabo never balunge (no no no)
Wena ungowami
Nsuku zonken zokuphila kwam
Iba ngathi ngiligeza
Ndihlala ndicinga ngawe baby
Wow ntsuku zonke
Uhlala usengqondweni yam
Ey nalama blesser
Nabo never balunge (no no no)
Wena ungowami
Ntsuku zonken zokuphila kwam
Hey
Andifuni now
Ukuphila ngaphande kwakho
I can't go my bhululi
Wow girl your body makes you mine
Iba ngathi ngiligeza
Ndihlala ndicinga ngawe baby
Wow ntsuku zonke
Uhlala usengqondweni yam
Ey nalama blesser
Nabo never balunge (no no no)
Wena ungowami
Ntsuku zonken zokuphila kwam
Iba ngathi ngiligeza
Ndihlala ndicinga ngawe baby
Wow ntsuku zonke
Uhlala usengqondweni yam
Ey nalama blesser
Nabo never balunge (no no no)
Wena ungowami
Ntsuku zonken zokuphila kwam
Iba ngathi ngiligeza
Ndihlala ndicinga ngawe baby
Wow ntsuku zonke
Uhlala usengqondweni yam
Ey nalama blesser
Nabo never balunge (no no no)
Wena ungowami
Ntsuku zonken zokuphila kwam
Iba ngathi ngiligeza
Ndihlala ndicinga ngawe baby
Wow ntsuku zonke
Uhlala usengqondweni yam
Ey nalama blesser
Nabo never balunge (no no no)
Wena ungowami
Ntsuku zonken zokuphila kwam

Поcмотреть все песни артиста

Другие альбомы исполнителя

Похожие исполнители

Azana

Исполнитель

Zonke

Исполнитель

Sjava

Исполнитель