Kishore Kumar Hits

Vusi Nova - Usezondibona (feat. Zahara) текст песни

Исполнитель: Vusi Nova

альбом: Manyan-nyan


Ngoba Usezondibona
Usezondibona
Usezondibona
Ngoba Usezondibona
Usezondibona
Usezondibona
Yey kukho abantu abahamaba bethethe
Bathetha ngam
Bathi mna ndiphelelwe
Mmm nisezondibona
Awl'gqibelisang'igama lam
Awl'gqibelisang'igama lam
NdiPhezulu wena qha u lee
Awu ndim lona
Nambendingayazi
Umntu omnyama kanti unjani
Sinqwenelelana kakubi
Ubuzxelele kuphelile
Ngam
Uzobhityel'ebukhweni wena
Ngoba Usezondibona
Usezondibona
Usezondibona
Ngoba Usezondibona
Usezondibona
Usezondibona
Ngoba Usezondibona
Usezondibona
Usezondibona
Ngoba Usezondibona
Usezondibona
Usezondibona
One lala vuka
Twice udlala ngam kalok
Okwesithathu ngumnqakathi
Bewuyi ntlebendane
Ngamayelenqe
Beniqulunqa ngegama lam
Okwesine
I became lonely
I didn't know where to go
I was confused
Okwesihlanu
Nina nihlangene ngegama lam
Ndiyanithanda
Ngoba Usezondibona
Usezondibona
Usezondibona
Ngoba Usezondibona
Usezondibona
Wena Usezondibona
Sithe Ngoba Usezondibona
Usezondibona
Yeah Usezondibona
Usezondibona
Usezondibona
Usezondibona
Ngoba Usezondibona
Usezondibona
Usezondibona
Ngoba Usezondibona
Usezondibona
Usezondibona

Поcмотреть все песни артиста

Другие альбомы исполнителя

Похожие исполнители

Azana

Исполнитель

Zonke

Исполнитель

Sjava

Исполнитель