Kishore Kumar Hits

Vusi Nova - Intliziyo текст песни

Исполнитель: Vusi Nova

альбом: Manyan-nyan


Ingathi uybambe ngesandla, uyiqinisile intliziyo yam
Ingath ndiyalibon' igazi, lisehla ngengalo yakho
Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam
Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje
Sobe ndiphinde ndithemb' omnyumntu
Ndibek' ithemba lam komnyumntu emhlabeni
No I'll never ndiphinde ndivumele omnyumntu
Enze unothanda ngalendlela owenze ngayo
Ingathi uybambe ngesandla, uyiqinisile intliziyo yam
Ingath ndiyalibon' igazi, lisehla ngengalo yakho
Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam
Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje
Ndothi ndi'sheke nantoni na
Uwufunxe wonke umongo
Undikhukhuzile
Wayophula intliziyo yam
Ukuba bendazi uzondenza nje
Ngendahambela gama kuwe
Undonzakalisile
Wabhatyaza wena ngentliziyo yam
Ingathi uybambe ngesandla, uyiqinisile intliziyo yam
Ingath ndiyalibon' igazi, lisehla ngengalo yakho
Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam
Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje
Ubokhumbula
Ivili liyajika
Uzodibana nentanga zakho ngeny' imini
Bakubonise
Bakwenje nje
Ingathi uybambe ngesandla, uyiqinisile intliziyo yam
Ingath ndiyalibon' igazi, lisehla ngengalo yakho
Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam
Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje
Ingathi uybambe ngesandla, uyiqinisile intliziyo yam
Ingath ndiyalibon' igazi, lisehla ngengalo yakho
Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam
Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje
Ingathi uybambe ngesandla, uyiqinisile intliziyo yam
Ingath ndiyalibon' igazi, lisehla ngengalo yakho
Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam
Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje
Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam
Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje

Поcмотреть все песни артиста

Другие альбомы исполнителя

Похожие исполнители

Azana

Исполнитель

Zonke

Исполнитель

Sjava

Исполнитель