Kishore Kumar Hits

Vusi Nova - Yibanathi текст песни

Исполнитель: Vusi Nova

альбом: Ngumama


Messiah
Ndigugqe nge dolo
Phambhi kwakho nd'yakhala smakade s'yaphela
Xolela
Ungas'lahli
Ngelixesha eli njena
El Shaddai Adonai thethelela ndiyakucela
Xolela
Nom' indlela inameva
Ndithembhe wena
Nom' iz' vunguvungu zomoya zingafika mna ndithembhe wena
Ndithembhe wena
Bawo yibanathi
Nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu
Bawo yibanathi
Nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu
Xa ukhona Thixo
Necebo likhona
Xa ukhona Thixo
Nendlela ikhona
Noma ke Thixo
Ungawucishanga loMlilo
Kodwa yibanathi kuwo
Yibanathi
Bawo yibanathi
Nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu
Bawo yibanathi
Nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu
Siyakudinga, ohh Jehova
Ngaphandle kwakho, singenz' lutho
Siyakudinga, yeahhey Jehova
Xa ukhona, konke kulungile, kulungile
Bawo yibanathi yibanathi
Nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu
Yibanathi yibanathi yibanathi
Nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu
Yibanathi ohhhhh
Bawo...
Usi, usi, usixolele izono zethu
Usixolele izono zethu
Usixolele izono zethu

Поcмотреть все песни артиста

Другие альбомы исполнителя

Похожие исполнители

Azana

Исполнитель

Zonke

Исполнитель

Sjava

Исполнитель