Kishore Kumar Hits

Ndlovu Youth Choir - Ungandibulali текст песни

Исполнитель: Ndlovu Youth Choir

альбом: Rise


Ndicela ungandibulali
Ndicela ungandidlwenguli
Ndicela ungandibulali
Ndicela ungandidlwenguli
Bekumele ndivikelwa nguwe
Bekumele ndithandwa nguwe
Bekumele ndikhuselwa nguwe
Kobubi
Bekumele ndilwelwa nguwe
Bekumele ndisizelwa nguwe
Bekumele ukuba ndincedwa nguwe nje
Bobhuti
Sihloniphe abomama bethu
Botata
Sikhusele abodade bethu
Bobhuti hayini
Sivikele izingane, sinakekele izithandwa zethu, sikhalela kini
Bobhuti
Sihloniphe abomama bethu
Botata
Sikhusele abodade bethu
Bobhuti kwanele bo
Sivikele izingane, sinakekele izithandwa zethu, sinakekele bo
Ndivele ndibethelwe luvalo
Ndiskendoyika
Ndinalemibuzo kuwe (kuwe)
Uthi mandithini xakunjena (xakunjena)
Uthi mandenzeni na (ndenzeni na)
Ziyakuthini iziswe (sizwe)
Zithini izihlobo (khulisa amakhwenkwe)
Bathini abazali (abengamadoda)
Ithini inzala yethu
Uyazi andinawo amandla
(Khulisa amakhwenkwe abengamadoda
Ahlonipha abafazi, nabantu bengubo
Angabahlukumezi abanakekele
Nabo ngabantu banamalungelo)
Bekumele ndivikelwa nguwe
Bekumele ndithandwa nguwe
Bekumele ndikhuselwa nguweeee
Kobubi
Bekumele ndilwelwa nguwe
Bekumele ndisizelwa nguwe
Bekumele ukuba ndincedwa nguwe nje
Bobhuti
Sihloniphe abomama bethu
Botata
Sikhusele abodade bethu
Bobhuti hayini
Sivikele izingane, sinakekele izithandwa zethu, sikhalela kini
Bobhuti
Sihloniphe abomama bethu
Botata
Sikhusele abodade bethu
Bobhuti kwanele bo
Sivikele izingane, sinakekele izithandwa zethu, sinakekele bo
Bobhuti
Botata
Bobhuti
Hayini
Bobhuti
Bobhuti
Botata
Botata
Bobhuti
Kwanele bo
Kwanele bo

Поcмотреть все песни артиста

Другие альбомы исполнителя

Похожие исполнители