Kishore Kumar Hits

Mango Groove - Vulindela текст песни

Исполнитель: Mango Groove

альбом: Faces To The Sun


Vul' indlela we mam'gobhozi
Eh! Unyana wami
Yen' uyashada nam'hlanje
Vul' indlela wena manyawuza
Suk'ba no mona
Unyana wam' uthathile
Bengingazi
Ngiyom' bona umakoti
Unyana wami
Yen' ujongile this time
MaRadebe lose ezospeksi
UZ' emtshadweni
Ndiyatshadisa namhlanje
Bebesithi
Unyana wami li xoka
Bebesithi
Anyek' atshade
Vul' indlela
We mam'gobhozi
Eh! Unyana wami
Yen' uyashada nam'hlanje
Vul' indlela wena manyawuza
Suk'ba no mona
Unyana wam' uthathile
Suk'ba no mona
Unyana wam' uthathile
Bengingazi
Ngiyom' bona umakoti
Unyana wami
Yen' ujongile this time
MaRadebe lose ezospeksi
UZ' emtshadweni
Ndiyatshadisa namhlanje
Bebesithi
Unyana wami li xoka
Bebesithi
Anyek' atshade
Vul' indlela
Kodwa wena maNgobese
Wen' unomona
Ngob' awunanyana
Unentombi zodwa
MaNgobese
Unomona
Bengazi
Ngiyombon' umakoti
UNyana wami
Yen' ujongile this time
MaRadebe lose ezospeksi
UZ' emtshadweni
Ndiyatshadisa namhlanje
Bebesithi
UNyana wami li xoka
Bebesithi
Anyek' atshade
Vul' indlela
Vul' indlela
Vul' indlela
Vuli indlela
Yekela umona

Поcмотреть все песни артиста

Другие альбомы исполнителя

Похожие исполнители

aKING

Исполнитель