Kishore Kumar Hits

Lusanda Spiritual Group - Ubuhle текст песни

Исполнитель: Lusanda Spiritual Group

альбом: Ultimate Collection: Lusanda Spiritual Group


Wakrazulwa ngenxa yami,
Liwa laphakade.
Kuze ndizifihle kuwe,
Nxeba lika Yesu!
Kuze ndizifihle kuwe,
Kuze ndizifihle kuwe,
Kuze ndizifihle kuwe,
Nxeba likaYesu!
Yeyani na le mikrozo,
Kwelo cala laKho?
Yeyegazi, yeyamanzi,
Ma ndihlanjululwe.
Yeyegazi, yeyamanzi,
Yeyegazi, yeyamanzi,
Yeyegazi, yeyamanzi,
Mandihlanjululwe.
Iinyembezi zeminyaka,
Azingefeze nto.
NguWe Nkosi osusayo,
Zonk' izoono zomntu.
NguWe Nkosi osusayo,
NguWe Nkosi osusayo,
NguWe Nkosi osusayo,
Zonk' izoono zomntu.
Andinanto esandleni,
Ndize kanye Nkosi!
Se ndondele ekrusini,
Ekubethelweni.
Se ndondele ekrusini,
Se ndondele ekrusini,
Se ndondele ekrusini,
Ekubethelweni.
Wakrazulwa ngenxa yami,
Liwa laphakade.
Kuze ndizifihle kuwe,
Nxeba lika Yesu!
Kuze ndizifihle kuwe,
Kuze ndizifihle kuwe.
Kuze ndizifihle kuwe,
Nxeba lika Yesu!

Поcмотреть все песни артиста

Другие альбомы исполнителя

Похожие исполнители

Sfiso

Исполнитель